skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS@6-IEC calls on political parties to comment on draft Code of Conduct Countering Disinformation document gazetted in Parlianment

INTRO: Ikomishoni yonyulo ezimeleyo imemelela yonke imibutho yezopolitiko, abagqatswa abazimeleyo kunye nabavoti ngokubanzi, ukuba banike uluvo lwabo ngomgaqo ochasene nokupapashwa okanye ukusasazwa kweenkcukacha ezingeyonyani. UMzantsi Afrika unikwa de ibe ngumhla wamashumi amabini ananye kule nyanga ukufaka olu luvo. Ikomishoni ithi abemi beli bonke kufuneka bazi ukuba ukuthintela iinkcukacha ezingeyonyani, luxanduva lommi wonke weli. Ngokukhupha iinkcukacha eziyinyani nokwala ukukhupha iinkcukacha ezingeyonyani, ngaloo ndlela uqinisekisa ukuba inkqubo yonyulo yinkqubo engenamakhwiniba…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.