skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - TWO POT

Igunya-bantu lecandelo elijongene nendlela yokuphatha imali, iFinancial Sector Conduct Authorithy, liveze ukuba phantse ibe ngabaqeshi abayi Seven-thousand 770 abasileleyo ukuhlawula ingxenye yabo kwingxowa-mali yomhlala phantsi susela kweyoMnga kunyaka ophelileyo. Oku kulandela ukuziswa kwenkqubo ye two pot kwinyanga yoMsintsi. Le nkqubo yenziwe ngokuthi kwenziwe iinguqu kumthetho ojongene nerhafu. Ivumela abasebenzi ukuba babenako ukucuntsula kwingxowa yabo yomhlala phantsi bengakhange babe kanti bayalahla emsebenzini. Nangona kunjalo, emva kokuqala kwale nkqubo, kuvele ukuba abanye…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.