Latest / trufm Current Affairs

17 11 2024 NEWS REVIEW-SPAZA SHOPS
Urhulumente woMzantsi Afrika ude walisabela ikhwelo lokuba uthathe amanyathelo ngakwiivenkile zasekuhlaleni ezingayithobeliyo imithetho yeli nemiqathango emayela nokuthengisa ukutya okufanelekileyo ukuba kungatyiwa ngabantu. Ngokuhlwa kwangoLwesihlanu kwiveki esiyishiyayo umongameli uCyril Ramaphosa uthethe nesizwe ngamanyathelo azakuthathwa ukuqubisana nokufunquka kwamanani abantu abathi bagule bambi besweleka ngenxa yokutya ukutya okutyhefekileyo. Kwezi nyanga zidlulileyo abantwana abaselula bathe bangamaxhoba okutya izimuncu-muncu ezingekho mpilweni nto leyo ikhokhelele ekubhubheni…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.