skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - 16 June 1976, Half A Century Later: Where Are The Youth?

Inyanga yeSilimela eMzantsi Afrika yenye yeenyanga ezibaluleke kakhulu kwimbali yenkululeko yeli. Le nyanga ikwaziwa njengeyanga yolutsha nephawula isiganeko sango-1976 ngomhla weshumi elinesithandathu, apho ulutsha lweli lwaqhankqalaza luchasa inkqubo yokufundiswa ngolwimi lwesibhulu. Kulo nyaka, kuphawulwa iminyaka engamashumi amahlanu sukela ukwehla kwesi siganeko. Yilonto icandelo lorhulumento kwiziko-mfundo i-Wits eGauteng, lizakubamba indibano phantsi komxholo othi: 16 June 1976, Half A Century Later: Where Are The Youth? Kwaye kulindeleke ukuba umphathiswa wesebe lolutsha, amanina…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.