skinny.

Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - We discuss the recent sexual misconduct allegations that rocked the Eastern Cape schools

Ekupheleni kwenyanga esiphuma kuyo, kuye kweerhwelele iindaba ezingentle nalapho ootitshala kwiphondo iMpuma Koloni betyholwa ngokwabelana ngesondo nabantwana besikolo. Ngokoshicilelo lwe-vidiyo obeluthe ndii kumakhasi onxibelelwano, lo mkhwa awuqali ukwenzeka, sele kuyiminyaka, bade abanye abantwana bakhulelwe, bambi bade bayalelwe ngootitshala ukuba bakhuphe ezi zisu. Bakhona ootitshala abade banqunyanyiswa liSebe ephondweni, kulandela ezi zityholo. Ingaba yintoni ebangela ukuba utitshala xa ebona umfundi phambi kwakhe, engaboni umntwana wakhe ekufuneka emkhusele, koko abone umntu anokulala…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.