skinny.

Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - Raising an important awareness on the broad definition of "consent" and what would constitute rape if consent is not granted.

Kuye kubekho ukubhideka phakathi kokuvumelana ukwabelana ngesondo kwisibini esithandanayo, nokudlwengula ngokwasemthethweni. Ukuvumelana phakathi kwabo babelana ngesondo yeyona nto ibonwa njengengundoqo. Iminyaka yabo babelana ngesondo nayo yinto ebaluleke kakhulu, nanjengoko umgaqo-siseko weli uchaza. Iminyaka elishumi elinesithandathu ubudala ngokomthetho, ichazwa njengeminyaka eselungelweni ukuba ubani angakwazi ukunika imvume ekwabelaneni ngesondo. Nangona kunjalo, oku akuthi ubani akanakubanjelwa ukudlwengula xa athe walala nomntwana okuloo minyaka, nokuba kungabekanti yena uvumile. Xa…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.