skinny.

Latest / trufm Current Affairs

How do economic shocks influence the Reserve Bank decisions?

Iimfazwe ezigqubayo kwiinkalo ezahlukileyo zehlabathi, ungquzulwano ngokwezopolitiko norhwebo, nokuxhoma kwamaxabiso eemveliso noko kusisidingo kuluntu, zezinye izinto ezibonwa njengemingeni echaphazela uhlumo loqoqosho eMzantsi Afrika. Ngesingesi ezi zinto zibizwa kokuba zii-Economic Shocks kwaye zinalo nefuthe kwiqondo lentengo yeemveliso, i-inflation. Nto leyo enokuba nefuthe kuhlobo abantu abahlawula ngayo amatyala, kwabakuthengayo neqondo lenzala kwimali-mboleko. Umntu oza kusicacisela ngoku, ngoyingcali kwimiba yezoqoqosho nophuma kwiziko i-Institute for Economic Justice, uGqirha…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.