skinny.

Latest / trufm Current Affairs

Only 293 of Nelson Mandela Bay's 1 730 spaza shops are registered.

Kwizikroxo ezisondele kumawaka amabini (1 730) kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay eMpuma Koloni, zisondele kumakhulu amathathu (293) kuphela ezibhaliswe ngokusemthethweni. Oku kwenzeka nangona umda owabekwayo wokuba zonke iSpaza Shops kweli zibe zibhalisiwe uphele kwiinyanga ezintathu ezidlulileyo. Ikhwelo lokubhalisa izikroxo leza emva kokubhubha kwabantwana abangapha kwamashumi amabini kwimimandla eyohlukileyo eMzantsi Afrika, kwizityholo zokuba batya iimveliso zokutya abazithenga kwizikroxo; nekukholeleka ukuba zazinetyhefu. Ayabonga Kekana uncokole nolilungu lekomiti kaSodolophu…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.