skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Political conflict in the DRC a huge challenge in the fight against the spread of Ebola

Imfazwe yobuzwe, ukungazinzi kobukhonkeli norhulumento, kuquka namaqela abavukeli kwilizwe iDemocratic Republic of Congo, kwenza kubenzima ukuba ela lizwe liqubisane ngokuyimpumelelo nengxaki yokunwenwa kwentsholongwane i-Ebola. Le ntsholongwane iluhlobo olutsha nolwahlukileyo, i-Bundibugyo, sele ibulele abantu abayi-131 kwela lizwe. Umbutho i-World Health Organization ubhengeze ezokuba esi sifo sisachaphazela ela lizwe okwangoku, hayi ihlabathi liphela. Oko kubhengezwa kubizwa ngokuba yi-Epidemic. U-Amanda Xhala uncokole nomphandi wemiba yembali nopolitiko kwizwekazi i-Afrika nophuma…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.