skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Election Wednesday: Youth vote matters

Njengokuba uMzantsi Afrika uphawula inyanga yabantu abatsha, ulutsha lweli luyakhuthazwa ukuba ludlale indima njengabemi beli kwiinkqubo ze-democracy. Luyamenywa ukuba luthathe inxaxheba kumaphulo angqamene nonyulo, njengokuba unyulo ludlala indima enkulu ekuthabatheni izigqibo zelizwe. Le mpelaveki siya kuyo ibekelwe bucala ukubhalisela unyulo nokuyo kuqinisekisa ukuba umntu ulubhalisele olu nyulo luzayo, ukuze akwazi ukuba negalelo ekuguquleni isimo seli. Ukuze sincokole banzi ngendima yomntu omtsha kunyulo, namhlanje emnxebeni uAmanda Xhala uhleli usekela-manejala we-IEC kwiMpuma Koloni…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.