skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - State of South Africa's road and infrastructure to withstand changing weather conditions/climate change

Iindlela neziseko ezingundoqo zaseMzantsi Afrika ziphantsi konxinzelelo, njengoko iimvula ezinkulu kunye nezikhukhula zithe zathwaxa iindawo ezininzi kweli kutsha nje, nento ethe yabhenca umgangatho weendlela, ibhulorho kunye nezakhiwo zeli. Nanjengoko ingxaki yokuguquguquka kwesimo sezulu iye isanda, nemibuzo iyanda ngokuba elilizwe likulungele kusini na ukumelana neemeko zemozulu ezimbi. Ingaba kukho ukunqongophala kwezakhono zobugcisa, okanye ingxaki yotyalo mali ngakwi ziseko ezingundoqo? Ukufumana ezinye iimpendulo, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe ophuma kwiziko mfundo iUCT, uGqirha…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.