skinny.

Latest / trufm Current Affairs

USA vs VENEZUALA

Kulindeleke avele enkundleni eNew York eMelika namhlanje umongameli waseVenezuala, uNicolas Maduro, emva kokubanjwa ngumkhosi waseMelika. NgoLwesihlanu kuye kwahlaselwa ikomkhulu laseVenezuala nalapho abanjwe khona uMaduro nenkosikazi yakhe uCelia Flores. Bajamelene namatyala okushishina ngeziyobisi nezixhobo. Sele kulithuba ubudlelane beMelika neVenezuala bungebuhlanga. Ilizwe loMzantsi Afrika liye lamemelela ukubanjwa kwentlanganiso ekhawulezileyo yi-United Nations Security Council ngelithi ilizwe laseMelika linyhashe isibhambathiso samazwe ayinxalenye yeUnited Nations. UAyabonga Kekana…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.