Latest / trufm Current Affairs

TRU NEWS @6| Practical steps for parents build better digital boundaries for kids.
Iminxeba yohlobo lweSmartphones ibonwa njengento eyenza ubomi lula nethembakeleyo. Kodwa okukuthembakala kungaba yingxaki nanjengoko uluntu luphela luxhomekeka kuyo. Abantwana abaqala kwiminyaka elithoba ubudala babona iminxeba ingabahlobo nalapho bencokola neChatbots. Kutsha nje kukho izehlo zabantwana ekurhanelwa ukuba baye bazibulala ngenkolelo yokulandela imiyalelo abayifumana kwimidlalo ye internet abayidlala kwiminxeba yabo. Ingaba ithini indima yabazali ekuqinisekiseni ukuba abantwana bayisebenzisa ngendlela iminxeba yabo. U-Amanda Xhala uncokole ngengcali kwimiba yobuchwepheshe…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.