Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - A reaction to calls for immediate dissolution of the PIC Board
Amanye amaqela opolitiko amemelela kumphathiswa wesebe lemali kuzwelonke, uEnoch Godongwana, ukuba achithe ibhodi yequmrhu lotyalo-mali yabasebenzi bakarhulumente, iPublic Investment Corporation, ukukhusela imali yomhlala-phantsi yabasebenzi bakarhulumente ze emva koko kuchongwe ibhodi yethutyana enyanisekileyo, nenobuchule obufunekayo ukubuyisela intembeko yoluntu kweli qumrhu nelibaluleke kakhulu eMzantsi Afrika. Oku kuza nanjengoko eliqumrhu lijamelene neengxaki zolawulo, nongenelelo lwabezopolitiko kulandela ukunqunyanyiswa kwengqonyela uPatrick Dlamini, nokulahla esikhundleni kwamanye…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.