skinny.

Latest / trufm Current Affairs

Shocking reports of a number of young girls who gave birth in state facilities between April and July this year.

Iingxelo zibonisa ukuba liyothusa inani lamantombazana aselula aphakathi kweminyaka elishumi (10) neshumi elinesine (14) ubudala, naye akhulelwe kwimimandla eyahlukileyo yephondo leMpuma Koloni. Ngokwengxelo ephuma kwisebe lezempilo ephondweni, phakathi kwenyanga kaTshazimpuzi neyeKhala kulonyaka, bangaphezulu kwekhulu abantwana abaphakathi kweminyaka elishumi neshumi elinesine ubudala abathe babelekela kwizibhedlele zikarhulumnente. I-OR Tambo, iNelson Mandela Bay kwakunye neBuffalo City, zezona ndawo zinamanani aphezulu. Urhulumente wephondo ubongoza uluntu ukuba luze ngaphambili luchaze…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.