skinny.

Latest / trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - Transport costs for residents of low-income households in Johannesburg have reached a crisis point

Uphando olwenziwe yi Gauteng City-Region Observatory, lubonisa ukuba iindleko zezothutho kubahlali abomkela imivuzo ephantsi kwisixeko saseRhawutini, zifikelela kumaqondo axhomisa amehlo. Ngokoluphando, abantu abahlala kude kuneendawo abaphangela kuzo basebenzisa umyinge wamashumi amahlanu ekhulwini (50%) wemivuzo yabo kwezothutho, itransport ngolwasemzini. Ingaba kumaphondo abuninzi balo ziilali, afana neMpuma Koloni, imo injani, kwaye iyintoni enokwenziwa ukothula umthwalo kubahlali abathwaxwa ziindleko zokuphila ezixhomileyo? Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni sinengcali kwimiba…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.