Latest / trufm Current Affairs

13 11 2024 DISTRICT MODEL
FOCUS: Annual District Development Model conference.
INTRO: Ukukwazi ukumelana kwaye luhambelane neenguqu kubuchwepheshe, uluntu loMzantsi Afrika ingakumbi ulutsha oluza kuqalisa ukuphangela, kufuneka lukwazi ukuziqhelanisa nehlabathi eliguqukayo, ze lufunde izakhono ezintsha, khon' ukuze lukwazi ukuzixhobisa ngeendlela zokufumana ulwazi oluludingayo kwi-internet, olufana nokuphonononga iinkcukacha namanani, kwanokusebenzisa iinkqubo zekhompyutha. Kukho iimbono ekuye kwabelwana ngazo ngalo mba, kwinkomfa yaminyaka le yenkqubo ebizwa iDistrict Development Model, neqhubayo kwezi ntsuku zimbini…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.