Latest / trufm Current Affairs

News Review-GNU
Emva konyulo lukazwelonke nolwamaphondo kunyaka odlulileyo, zange kubekho mbutho uphumelela unyulo ngesininzi. Nto leyo eyanyanzelisa ukuba kusekwe urhulumente wentsebenziswano ngokwemibutho eyohlukileyo esePalamente. Kwimibutho elishumi elinesibhozo ekwindlu yowiso-mthetho, ilishumi eyathi yadibana ukuseka “urhulumente wobumbano” okanye i-Government of National Unity. Lo rhulumente wasekwa nge-14 ku-June wonyaka odlulileyo. Emva kokubunjwa kwalo rhulumente, eyona nto iphambili le mibutho eyazibophelela kuyo, kukudalwa kwemisebenzi, uhlumo loqoqosho, nokulwa indlala. Kwisithuba…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.