Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS - Observations made by Election Observers during the 2026 Local Government Elections #LGE26
Ngexesha lonyulo amehlo aye athi ntsho kwimibutho yopolitiko, abagqatswa kwakunye nabantu abalungele ukuvota. Kodwa phambi kokuba umntu wokuqala abeke unxi ( X) wakhe, bakhona abantu abakha umkhanyo bejonga ukuba iinkqubo zokuvota zihamba ngendlela kusini na. Sithe masikhwebe omnye waba bakhi-mkhanyo, nophuma kwiDemocracy Development Programme, uSphamandla Mhlongo...
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.