Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Old Mutual Corporate says two-pot system has improved retirement fund preservation rate
Inkampani ye-insurance kweli, i-Old Mutual Corporate, ithi iinkcukacha zayo ezintsha zibonisa ifuthe elihle lokongiwa kwemali yomhlala-phantsi susela oko kwathi kwamiliselwa inkqubo ye-Two-pot. Ithi iqondo lokongiwa kwemali yomhlalaphantsi ngoku limi kumyinge we 33%, kuba abemi boMzantsi Afrika ngoku bayayigcina imali yabo yomhlalaphantsi, khon' ukuze iqhubeke ikhula, endaweni yokuba bayikhuphe yonke xa betshintsha umsebenzi. Kuvakala ukuba uninzi lwabantu basayikhuphe kwakanye imali yabo ye-Two-Pot, lo gama iliqedlana nje elimane libuyelela. To hear more about this and what it means, on the…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.