Latest / iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

BEE-IMALI YAM-06 JULY 2026
uSonwabile Mdondolo uphendula imbalelwano yomphupaphuli nethi, "ndicela nindibuzele kuSonwabile lombuzo wam. Ndineminyaka eyi-57, futhi ndifuna ukuthatha umhlala-phantsi. Ndiyayazi ukuba umntu uyakwazi ukuthatha umhlala-phantsi xa eneminyaka eyi-55. Ndifuna ukukhupha yonke imali yam ekwaGEPF. Imali engahlawulelwa tax yiR550 000. Kodwa isimanga ngoku, kuthiwa andikwazi ukukhupha yonke imali yam ngoku. Yinto yanini lena? Ngoba umyeni wam naye wathatha umhlala-phantsi ngo2021 kodwa abazange bamsokolise yena?
Ndicela undicacisele ukuba ingaba ikhona into eyatshintshwayo hlawumbi endingayaziyo?"
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.