skinny.

Latest / iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

Psychologist, Ziyanda Mavumengwana

Kubalulekile ukuhlala phantsi nabantwana okanye nomntwana, nincokole malunga nezigqibo (decisions) enicinga ukuzithatha ningabazali, ngekamva losapho lwenu, okanye ngezicwangciso (plans) enicinga ukuzithatha ningabazali ngosapho lwenu. Kodwa kubanzima ngamanye amaxesha ukuncokola nabantwana malunga nemiba ethile yosapho, such as plans to divorce as parents; such as moving on with your life after divorce; such as telling the child omkhulisileyo eselusana ukuba you’re not the biological mother/father.

Ukuncokola ngokunabileyo malunga nexesha elifanelekileyo (suitable age yomntwana)…

Log in to save or queue this episode.

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.