skinny.

Latest / trufm Current Affairs

We speak with the CRL Commission on what should be done to protect congregants from cult churches

Ukuyeka kwabantu imisebenzi, abantwana bayeke izikolo, abagulayo bayeke ukusela amayeza abo ngenxa yenkolo yabo nenkolelo yabo kuphinde kwaphantsi kwesithatha kwakhona. Oku kuza emva kweengxelo zokuba kukho abantu abangaphaya kwamashumi amahlanu abenze oku, bambi bade bashiya namaqabane abo ngeliyokuzibandakanya nebandla i-Ekhaya Labafundi bakaJehovah, nelizinze kuMntla weTheku, KwaZulu-Natal. Sithe masikrwece iKomishoni ethwaliswe uxanduva lokukhusela inkolo, inkcubeko, amasiko kunye neelwimi neyaziwa njenge-CRL Commission. UAmanda Xhala uncokola nosihlalo wale komishoni uThoko…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.