skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS@6 SAHRC on public submissions for access to renal dialysis services in the EC

Ikomishoni yamalungelo oluntu kwiMpuma Koloni ithi ifumene izikhalazo ezibonisa ukuba abantu abadinga unyango lwe-dialysis abakwazi ukufikelela kule nkonzo kwizibhedlele zikarhulumente zeli phondo. Le komishoni ithi ezi zityholo zixhomisa amehlo, ziyaxhalabisa, kwaye zinyhasha ilungelo lomntu lobomi, isidima, nelekufikelela kwinkonzo yokhathalelo lwezempilo. Kuloko ke le komishoni igqibe kwelokuba ikhwebe inkqubo yokuphulaphula izimvo zoluntu, neza kugxila ekufikeleleni kwiinkonzo ze-dialyis kumaziko empilo karhulumente kweli phondo. Amanda Xhala ubambe udliwano ndlebe ne-Advocacy Officer…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.