Latest / trufm Current Affairs

Data from the Reuters Institute Report indicate that more people rely on Facebook for news content, compared to any other social media platforms
Ingxelo ekhutshwe yi-Reuters Institute, ibonisa ukuba abantu basebenzisa kwaye bathemba iqonga lonxibelelwano u-Facebook ukufumana iingxelo zeendaba kunye nolwazi abaludingayo. Ngumyinge ka-50 percent wabantu abathi bathemba u-Facebook, ngethuba umyinge ka-16 percent wona usithi uthemba iqonga elibizwa ngo-X nowayengu-Twitter. Enye into le ngxelo eyivezileyo kukuba abantu bathemba kakhulu iziqu ezinefuthe kula maqonga nezibizwa ukuba zi-Influencers okanye Content Creators, ngaphezulu kwamaziko avelisa iindaba akulamaqonga onxibelelwano. Ingaba oku kwenziwa yintoni kwaye kunefuthe elinjani…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.