skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - IEC vote counting process update #LGE26

Isaqhuba inkqubo yokubala iivoti, kwaye neziphumo zimana ukungena ngokungena. Sithetha nje ngumyinge we85% (to be updated) weevoti esele zibaliwe, zachazwa kuzwelonke, ze ibe ngu93% eMpuma Koloni. Kusenjalo, eminye imibutho equka iUDM eMpuma Koloni, ifake isikhalazo kwikomishoni yonyulo ezimeleyo, i-IEC, malunga nokubalwa ityeli lesibini kweevoti kumasipala ombaxa iBuffalo City, ze yacela ukuba kubalwe kwakhona iivoti kumasipala iKing Sabatha Dalindyebo, ngelithi amanani abalwe ngamalungu ajongene nonyulo kumbutho wabo awahambiselani nalawo we-IEC. Sithe makhe sikrwece i-IEC ukuva ngezamva…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.