Latest / trufm Current Affairs

Eastern Cape has emerged as the province with the most unpaid invoices older than 30 days
Ingxelo ekhutshwe kutshanje, negxile kumba wokuhlawulwa emva kwexesha kwabanikezeli ngeenkonzo ngamaSebe ka rhulumente, ibonisa umbono ombi wokungathotyelwa komgaqonkqubo obizwa iTreasury Regulation 8.2.3 ophantsi kwesolotya 38 (1) yomthetho ongqamene nokulawulwa kwemali karhulumente ka-1999. Iphondo iMpuma Koloni lelinye lamaphondo acatshulwe kule ngxelo nje ngawona enza kakubi kakhulu ekuhlawuleni abanikezeli ngeenkonzo. Yimali engaphaya kwe R4,5 yee-billion zeerandi ebekufanele ukuba eli phondo liyihlawule aba banikezeli ngeenkonzo, kwisithuba eside sadlula nakwiintsuku ezingamashumi…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.