skinny.

Latest / trufm Current Affairs

Postponement of the Madlanga Commission

Ngolwesibini waleveki, ikomishoni ka Madlanga eyamiselwa ukuphanda izityholo zobuqhophololo, ungenelelo lopolitiko kunye nolwaphulo mthetho kwii arhente zonyanzeliso mthetho zoMzantsi Afrika, iye yanqunyanyiswa. Lekomishoni yamiselwa ngumongameli u Cyril Ramaphosa, emva kwezityholo ezazibekwe ngakumphathiswa wenkonzo yesipolisa u Senzo Mchunu, zokungenelela kuphando lwamapolisa kumatyala olwaphulo mthetho. Lekomishoni nebekumele ukuba iqala ngomhla wokuqala kweyoMsintsi ayizokuba saqala ngenxa yezizathu zolibaziseko ekufumaneni isakhiwo esifanelekileyo, ngokutsho kwesebe lezobulungisa…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.