skinny.

Latest / trufm Current Affairs

SPAZA SHOP OWNERS BEGIN REGISTRATION IN GQEBERHA

Abanini bezikroxo eGqeberha eMpuma Koloni, sele beqalile nenkqubo yokubhalisa amashishini abo ukuqinisekisa ukuba bathobela imiqathango eqinisekisa ukhuselo lwezempilo. Ngethuba ethetha nesizwe ngomhla weshumi elinesihlanu kule nyanga, umongameli uCyril Ramaphosa unike abanini bezivenkile iintsuku ezingamashumi amane ananye ukuba babhalise koomasipala babo, okanye azakuvalwa amashishini abo. Susela kwinyanga yoMsintsi, kuchazwe iziganeko ezingamakhulu asibhozo anamashumi alithoba zezigulo ezibangelwa kukutya okunetyhefu kuzwelonke, nalapho iGauteng kunye neKwaZulu Natal ingawona maphondo…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.