skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - President Cyril Ramaphosa says the growth in political parties reflects the democratic principle that "the people shall govern." #LGE26

Umongameli uCyril Ramaphosa ukhusele urhulumente we-democrasi weli olawulwa ngokubambisana kwamaqela ezopolitiko, esithi ukwanda kwamaqela ezopolitiko kubonisa umgaqo we-democracy othi "the people shall govern", oko kuthetha ukuba abantu bakuzikhethela urhulumente ofunwa ngabo. URamaphosa ukutsho oku ngexa etyelele ii-ofisi ze-Premier Soccer League, iPSL ngamafuphi eParktown eRhawutini, nalapho ahlangene nosihlalo we-PSL, uGqirha Irvin Khoza. Ukwakhuthaze uluntu loMzantsi Afrika ukuba luthathe inxaxheba kunyulo loorhulumente basekhaya, esithi uluntu lweli lungayiphucula indlela abalawulwa…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.