skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 -Ruta Sechaba Foundation as it marks its 10th year anniversary

Ixesha elininzi iingxoxo ezigxile kwimfundo eMzantsi Afrika zigxila kakhulu ekubeni uluntu lufikelele kwimfundo ephakamileyo. Kodwa nangona kunjalo abanye abafundi abaphumelele emagqabini kwibanga leshumi baye badibane nemingeni kwiindawo abafunda kuzo, nalapho iziphumo ezihle kungesosixhobo sokuvuselela ukuzithemba. Abanye abafundi abase Yunivesithi bathi ubunzima abadibana nabo buquka ukuphila phantsi koxinezelelo, ukuzimela kwakunye nokungaqiniseki ukuba uzakufikelela njani empumelelweni. Noxa kunjalo, iziko iRuta Sechaba Foundation, lincedisana nabafundi ukuze bafikelele kwinqanaba…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.