Latest / trufm Current Affairs

30 Minutes Live - The South African Human Rights Commission in the Eastern Cape subpoenas National Treasury and Eastern Cape to the National Director-General of the Eastern Cape Rural Development and Agrarian Reform.
Ikomishoni yamalungelo oluntu eMpuma Koloni izolo ibikhwebe isebe lophuhliso lwasemaphandleni kunye ne-ofisi kaNondyebo, ukuba bavele phambi kwabo ngelokumamela inkqubela yezicwangciso zabo bengurhulumente, ukuba baqubisane nomngeni wokungondleki kwabantwana ephondweni. Ikomishoni inenkolelo yokuba nangona nje yayikhuphe ingxelo ebonisa ubuzaza balo mngeni ngo-2023, neyayineziphakamiso okanye izindululo ezinokumiliselwa ngurhulumente, kusekho ukurhuqwa kweenyawo okubonakalayo ukuba kuqutyiswane noku. Iingxelo zibonisa ukuba bangapha kwamashumi amathandathu abantwana abaye basweleka ephondweni…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.