skinny.

Latest / iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

BEE-INGCEBISO NGEMISEBENZI-28 OCTOBER 2026

uMalathisi Qamngana uphendula imbalelwano yomphulaphuli nethi, "ndicela ingcaciso malunga neCandelo le-189 loMthetho wezoBudlelwane bezaBasebenzi. Ingaba inkampani inelungelo lokudenda umsebenzi osebenze kuyo iminyaka engama-25, ibe nguye yedwa odendwayo, ngoxa abanye abafike emva kwakhe besala emsebenzini? Ngokwazi kwam, kusetyenziswa umgaqo othi last in, first out (LIFO). Eyona nto indixakayo kukuba umsebenzi ebewenza lo msebenzi usafumaneka, kwaye unikwe omnye asebenza naye. Ingaba oku kusemthethweni, okanye kukuphathwa ngokungenabulungisa komsebenzi?"

Log in to save or queue this episode.

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.