Latest / trufm Current Affairs

NEWSREVIEW-Faith and Freedom: Should the State Regulate Religion?
Ngonyaka ka 2015/2016, ikomishoni ejongene neenkolo neelwimi i Cultural, Religious, and Linguistic Rights Commission, yenza uphando ngokwenza inzuzo okanye ushishino ngenkolo kwakunye nokuxhatshazwa kwenkolo abantu abakholelwa kuyo. Oluphando lwaveza izehlo ezahlukileyo eziquka ezo zokusetyenziswa kwezibulali zinambuzane ebantwini kusithiwa bayancedwa. Kwaye kwavela nezityholo zokuxhatshazwa ngokwesondo kwamantombazanana amancinci zinkokeli zakwalizwi. Okwafunyaniswa koluphando kwathiwa thaca phambi kwekomiti yasePalamente ejongene nolawulo ngentsebenziswano kwakunye nemicimbi yezemveli…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.